NGEXESHA elo kwaleseshwa encwadini ka‐Mosesi ezindlebeni zabantu: kwaza kwafunyanwa kuba̔liwe kuyo, okokuba um‐Hamoni, umhlaumbi um‐Mowabi, akayi kungena emhlambini KATIXO kude kube ngunapakade; ngenxa yokuba bebengezi nesonka namanzi ukukaulela usapo luka‐Sirayeli, nokuba bebemqesha ngakulo u‐Bilame, aze aluqalekise: kodwa UTIXO wetu waguqula isiqalekiso sibe litamsanqa.
Funda U‐Nehemiya 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Nehemiya 13:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo