Senzile ngokwonakeleyo kakulu ngakuwe, singagcinanga imiyalelo, nezimiselo, nezigwebo, obumyalela u‐Mosesi isicaka sako ngazo. Kumbula ke ilizwi owamyalelayo u‐Mosesi isicaka sako, usiti: Nxa nisenza ngobumenemene, ndoniti sa pakati kwentlanga; Kodwa nxa niguqukela kum, nigcine imiyalelo yam, niyenze, ukuba kwobako abagxotiweyo benu esipelweni sezulu, ndobabuta kwa lapo, ndibazise kulondawo ndiyinyulileyo ukuba ndimise igama lam kona.
Funda U‐Nehemiya 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Nehemiya 1:7-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo