Ndiyakukunga, NKOSI! maike indlebe yako ipulapuleke kuyo intandazo yesicaka sako, nakuyo intandazo yezicaka zako, ezinqwenayo ukwoyika igama lako: uke usitamsanqelekise isicaka sako namhla, usinike ububele ebusweni balendoda. Ngokuba bendingumncamli kukumkani.
Funda U‐Nehemiya 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Nehemiya 1:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo