Ivangeli ka‐Maraki 9:28-29

Ivangeli ka‐Maraki 9:28-29 XHO1902A

Wati kekaloku akungena endlwini, abadisipile bake bambuza ngasese, besiti: Yinina lento sibe sikohliwe kukumku̔pa tina? Waza wati kubo: Oluhlobo alungepume nganto kupela ngokutandaza nangokuzila ukutya.

I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu