UMARKO 9:28-29
UMARKO 9:28-29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Eye kungena endlwini, bambuza abafundi bakhe ngasese, besithi, Yayiyini na ukuba singabi nako ukuwukhupha thina? Wathi kubo, Olu lona uhlobo alunako ukuphuma nganto, kungengako ukuthandaza nokuzila ukudla.
UMARKO 9:28-29 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu eye kungena endlwini, abafundi bakhe bambuza ngasese besithi: “Bekutheni ukuba singabi nako ukuyikhupha le ndimoni thina?” Wathi kubo: “Olu lona uhlobo alunako ukuphuma kungengako ukuthandaza.”
UMARKO 9:28-29 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Eye kungena endlwini, bambuza abafundi bakhe ngasese, besithi, Yayiyini na ukuba singabi nako ukuwukhupha thina? Wathi kubo, Olu hlobo alunako ukuphuma nganto, kungengako ukuthandaza nokuzila ukudla.
UMARKO 9:28-29 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wati kekaloku akungena endlwini, abadisipile bake bambuza ngasese, besiti: Yinina lento sibe sikohliwe kukumku̔pa tina? Waza wati kubo: Oluhlobo alungepume nganto kupela ngokutandaza nangokuzila ukutya.