Ivangeli ka‐Mateyu 6:34
Ivangeli ka‐Mateyu 6:34 XHO1902A
Ngako ningatukutezeleli imini yangomso; ngokuba imini yangomso iya kutukutezelela okwayo. Kwanele imini yanamhla eyayo inkatazo.