UMATEYU 6:34
UMATEYU 6:34 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako ningatukutezeleli imini yangomso; ngokuba imini yangomso iya kutukutezelela okwayo. Kwanele imini yanamhla eyayo inkatazo.
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko musani ukuxhalela ingomso; kuba ingomso liya kuxhalela okwalo. Buyanele imini leyo obayo ububi.
Yabelana
Funda UMATEYU 6UMATEYU 6:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yoko musani ukulixhalela ingomso. Ingomso liya kuxhalela okwalo. Ziyanele imini nganye iingxaki zayo.”
Yabelana
Funda UMATEYU 6