Ivangeli ka‐Mateyu 25:23

Ivangeli ka‐Mateyu 25:23 XHO1902A

Yati kuso inkosi yaso: Ukolisile, sicaka esilungileyo esinyanisekileyo! ubunyanisekile pezu kwezinto ezincinane, ndokumisela pezu kwezinto ezininzi; ngena eluyolweni lwenkosi yako.