Kwoba nzima kuni, baba̔li nabafarisi, zihanahanisi! ukuba ninika izishumi zetyeleba, nezedile, nezekumine, kanti niziyekile indawo ezinkulu zomteto, ubugwebo, nobubele, nokolo: bekufanele ezi ukuba zenzwe, neziya ukuba zingayekwa.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 23
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 23:23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo