Koko u‐Yesu wababiza wati: Niyazi ukuba inkosi zabaheyideni ziyabapata ngobukosi, nokuba abakulu bayenza ngegunya pezu kwabo. Kodwa akuyi kuba njalo pakati kwenu; koko osukuba efuna ukuba mkulu pakati kwenu, makabe ngumkonzi wenu; nosukuba efuna ukuba ngowokuqala pakati kwenu, makabe sisicaka senu: njengokuba unyana wesintu ebengezanga ukuza kukonzwa, koko weza ukukonza, nokunika ubomi bake bube yintlaulelo yabaninzi.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 20:25-28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo