Ivangeli ka‐Mateyu 11:29

Ivangeli ka‐Mateyu 11:29 XHO1902A

Twalani iyokwe yam pezu kwenu, nifunde ngam; ngokuba ndilulamile ndinentliziyo etobekileyo: naniya kufumanela imipefumlo yenu ukupumla.