UMATEYU 11:29
UMATEYU 11:29 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Thabathani idyokhwe yam niyithwale, nifunde kum; ngokuba ndinobulali, ndithobekile ngentliziyo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu.
Yabelana
Funda UMATEYU 11UMATEYU 11:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Thabathani idyokhwe yam niyithwale, nifunde kum; ngokuba ndinobulali, ndithobekile ngentliziyo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu.
Yabelana
Funda UMATEYU 11UMATEYU 11:29 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenani edyokhweni yam, nifunde kum, kuba mna ndilulamile, ndingontliziyo ithobekileyo. Nothi ke nizifumanele ukuphumla iintliziyo zenu
Yabelana
Funda UMATEYU 11