KEKALOKU ukuzalwa kuka‐Yesu Kristu kwaye kungoku: ukuba unina wake u‐Mariya exanyelwe u‐Josefe nje, bengekahlangani, wafunyanwa emiti NGOMOYA OYINGCWELE. Waza u‐Josefe, indoda yake, engolungileyo nje, kanti engatandi ukumhlazisa ekuhleni, wafuna ukumlahla ngasese.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 1:18-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo