INCWADI yokuvelakuka‐Yesu Kristu, unyana ka‐Davide, unyana ka‐Abrahame. U‐Abrahame wazala u‐Yisake; no‐Yisake wazala u‐Yakobi; no‐Yakobi wazala u‐Juda nabazalwana bake; waza u‐Juda wazala u‐Faretse no‐Zera ngo‐Tamare; wati u‐Faretse wazala u‐Hetserone; no‐Hetserone wazala u‐Rame; no‐Rame wazala u‐Haminadabi; no‐Haminadabi wazala u‐Nahashone; no‐Nahashone wazala u‐Salimone
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 1:1-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo