Wati ke umfazi lowo akubona ukuba akafihlakele, weza engcangcazela, wawa pantsi pambi kwake, wamshumayeza ebusweni babantu bonke ituba abemcu̔kumisile ngalo, nokokuba wapiliswa kwa oko. Wayesiti kuye: Yomelela, ntombi! ukolo lwako lukupilisile; hamba ngoxolo.
Funda Ivangeli ka‐Luke 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 8:47-48
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo