kwaye kuko, bona ke, umfazi obenomoya wobulwelwe iminiyaka yalishumi linesibozo, owabegobile, wakohlwa kanye ukuzipakamisa. Wati u‐Yesu akumbona, wambiza, wati kuye: Mfazi! ukululwe ebulwelweni bako.
Funda Ivangeli ka‐Luke 13
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Luke 13:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos