I‐Levitikusi 23:3
I‐Levitikusi 23:3 XHO1902A
Yimihla mitandatu ekuya kwenziwa umsebenzi; kodwa ngomhla wesixe̔nxe yisabata yopumlo, intlanganisano engcwele; aniyi kuwenza namnye umsebenzi ngawo: yisabata KAYEHOVA kuwo onke amakaya enu.