Ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wenu: kukona niya kuzingcwalisa, nibe ngcwele, ngokuba ndingcwele mna; kanjalo aniyi kunco̔lisa imipefumlo yenu ngasinye isinambuzane esinambuzelayo pezu kwomhlaba.
Funda I‐Levitikusi 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Levitikusi 11:44
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo