Suka, ungcwalise abantu, uti: Zingcwaliseleni imini yangomso; ngokuba esitsho UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, ukuti: Kuko into elahlelwe ekutshatyalalisweni pakati kwako, Sirayeli! akungebe nako ukuma pambi kwentshaba zako, ningekakwelelisi lonto ilahlelweyo ekutshatyalalisweni kwa pakati kwenu.
Funda U‐Yoshuwa 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yoshuwa 7:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo