Kodwa ukuba kubi emehlweni enu ukumkonza UYEHOVA, ziqasheleni namhla oyena niya kumkonza; nokuba ngotixo ababekonza bona oyihlo benu, ababepesheya kwomlambo, nokuba ngotixo baba‐Amori, enimiyo elizweni labo: mna kodwa, nendlu yam, siya kumkonza UYEHOVA.
Funda U‐Yoshuwa 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yoshuwa 24:15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo