U‐Yoshuwa 11:23

U‐Yoshuwa 11:23 XHO1902A

Kwa njalo u‐Yoshuwa watabata lonke elozwe, njengako konke abekutetile UYEHOVA ku‐Mosesi; waye u‐Yoshuwa walinika libe lilifa ko‐Sirayeli, njengezahlulo zabo ngezizwe zabo. Laza ilizwe lapumla emfazweni.