Ngepupa, ngomboniso wobusuku, kwakuba kusiwa ubutongo obukulu pezu kwabantu, ekwozeleni pezu kwomandlalo: oko uyatyila indlebe zabantu, nokululekwa kwabo uyakuncamatisela; ukuze apambukise umntu ekwenzeni kwake, alifihle ir̔atshi koyindoda; abambe umpefumlo wake emnxunyeni, nobomi bake ekububeni ngomkonto.
Funda U‐Jobi 33
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jobi 33:15-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo