U‐Jobi 1:20-22
U‐Jobi 1:20-22 XHO1902A
Wandula wesuka u‐Jobi, waṙazula ingubo yake, wagugula intloko yake, wawa ngasemhlabeni, wabedesha, wati: Ndizé ndapuma esizalweni sikama̔, ndizé ndobuyela kona kanjalo: NGUYEHOVA obenika, NGUYEHOVA ohlutileyo: igama LIKAYEHOVA malibongwe! Kuko konke oku akona u‐Jobi; akamnika UTIXO ubudenge kanjalo.

