Ivangeli ka‐Johane 14:27
Ivangeli ka‐Johane 14:27 XHO1902A
Uxolo ndiyalushiya kuni, olwam uxolo ndiyalunika kuni: akunjengokuba linika ilizwe endinika njalo kuni. Maingakatazeki intliziyo yenu, maingabi nabugwala kanjalo.