Ivangeli ka‐Johane 13:4-5

Ivangeli ka‐Johane 13:4-5 XHO1902A

wesuka esidlweni sokuhlwa, wazibeka pantsi ingubo, watabata iqiya, wazibinqa. Wandula wagalela amanzi esityeni, waqala ukuhlanza inyawo zabadisipile, nokuzisula ngeqiya leyo ubebinqiwe ngayo.