Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Jeremiya 44:23

U‐Jeremiya 44:23 XHO1902A

Ngenxa yokuba niqu̔misile, nokuba nonile ngakuye UYEHOVA, ningalivanga ilizwi LIKAYEHOVA, ningahambanga nokuhamba emtetweni wake, nasemimisweni yake, nasezinqi̔nelweni zake, kukona nihlelwe lilishwa eli, njengokwanamhla nje.