Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Jeremiya 40:3-4

U‐Jeremiya 40:3-4 XHO1902A

Ewe, UYEHOVA ulizisile, wenzile njengokuba ebeteta: ngokokuba nonile ngakuye UYEHOVA, ningevanga ilizwi lake nje, kukona nihlelwe yilento. Nakaloku, bona ke, ndikukulule namhla emixokolelwaneni ebipezu kwezandla zako: ukuba kulungile emehlweni ako ukuza nam e‐Babilone, yiza ke, ndandiya kubeka iliso lam pezu kwako; kodwa ukuba kubi emehlweni ako ukuza nam e‐Babilone, yeka ke: kangela, ilizwe lonke lipambi kwako; indawo elungileyo nefaneleyo emehlweni ako ukuba uye kuyo, yiya kwa kona.