Kodwa ndiya kuhlangula wena ngomhla lowo, utsho UYEHOVA; waungayi kunikelwa esandleni samadoda lawo uwoyikayo. Ngokuba ndiya kukusindisa ngenyaniso, waungayi kuwa ngesiṙele; kodwa ubomi bako boba lixoba kuwe, ngokokuba utembele kum, utsho UYEHOVA.
Funda U‐Jeremiya 39
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 39:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo