Kodwa wena ndokuhlangula ngaloo mini. Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. Wena akuyi kunikezelwa esandleni saloo madoda uwaxhaleleyo. Inene, ndiza kukuhlangula, ungawi likrele, businde ubomi bakho, kuba ubuthembele ngam wena. Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.’ ”
Funda UJEREMIYA 39
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 39:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo