Zaye inkosana zibe zinomsindo ngakuye u‐Jeremiya, zambeta, zamfaka entolongweni, endlwini ka‐Jonatane umba̔li, ngokuba zibe ziyenzile yona ibe yintolongo.
Funda U‐Jeremiya 37
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 37:15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo