Inetamsanqa indoda etembela KUYEHOVA, netemba layo li NGUYEHOVA! Ngokuba iya kuba njengomti utyelwe ngasemanzini, onabisayo ingcambo zawo ngasemlanjeni, ongaboni nxa buzayo ubushushu, koko igqabi lawo liba luhlaza; ongenaxala emnyakeni wokwoma, ongapezi ukuvelisa isiqa̔mo.
Funda U‐Jeremiya 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 17:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo