Wandula wahlisela abantu ngasemanzini. Waza UYEHOVA wati ku‐Gideyone: Bonke abaxapa amanzi ngolwimi lwabo, njengokuba ixapa inja, ubabeke bodwa; kwa nabo bonke abaguqa ngamadolo abo ukuba kuselwe. Laye inani labo baxapayo ngokubeka isandla sabo emlonyeni wabo belingamadoda angamakulu matatu: kodwa bonke abanye abantu baguqa ngamadolo abo ukuba basele amanzi.
Funda Abagwebi 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Abagwebi 7:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo