ZIVELA pina imfazwe nembambano pakati kwenu? Aziveli kwa lapa na, kwa seziyolweni zenu ezilwayo pakati kwamalungu enu? Niyakanuka, kanti aninanto; niyabulala, niyazondela nokuzondela, kanti aningezuze; niyabambana nenze imfazwe, kodwa aninanto, ngenxa yokuba ningaceli. Niyacela, ningamkeli ke, ngokuba nicela kakubi, ukuze nici̔tele eziyolweni zenu.
Funda Incwadi ka‐Yakobi 4
Share
Compare All Versions: Incwadi ka‐Yakobi 4:1-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos