Asi yile na inzilo ndiyinyulileyo? ukucumbulula izibambo zencwangu, ukutukulula intambo zeyokwe, nokundulula abancinezelweyo bekululekile, nokuba nizapule iyokwe zonke. Asi kuko na ukuqezulela olambileyo isonka sako, nokuba ungenise endlwini amahlwempu atshutshisiweyo; nxa ubona ohamba zé, ukuba umambese, nokuba ungazifihli kweyako inyama?
Funda U‐Yisaya 58
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 58:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo