U‐Yisaya 58:11

U‐Yisaya 58:11 XHO1902A

Waye UYEHOVA eya kumana ekukokela futi, awuhlutise umxe̔lo wako ekwomeni okukulu; namatambo ako uya kuwomeleza; wauya kuba njengomyezo ocenceshiweyo, nanjengetende elimanzi angatshitshiyo.