Hai ukuba ntle kwazo pezu kwentaba inyawo zalowo ushumayelayo indaba ezimnandi, ovakalisayo uxolo, oshumayelayo okulungileyo, ovakalisayo usindiso, esiti kwi‐Ziyone: UTIXO wako upete ubukumkani!
Funda U‐Yisaya 52
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 52:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo