Hayi ubuhle beenyawo zesigidimi sibhijel' iintaba, sipheth' iindaba ezimnandi, sibhengeza sisithi: “Uxolo lufikile! Yonk' intw' ilungile! Nal' usindiso!” Ewe, sibhekisa kwiZiyon sisithi: “UThixo wakho uyalawula.”
Funda UISAYA 52
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 52:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo