Ingcongolo etyumzekileyo akayi kuyapula; nomsonto wesibane ovutayo ngozizi akayi kuwucima; wopumisa isigwebo ngenyaniso. Akayi kuncama, akayi kwapuka kanjalo, ade amise isigwebo emhlabeni: nomteto wake iziqiti zowulinda.
Funda U‐Yisaya 42
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 42:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo