U‐Yisaya 42:3-4

U‐Yisaya 42:3-4 XHO1902A

Ingcongolo etyumzekileyo akayi kuyapula; nomsonto wesibane ovutayo ngozizi akayi kuwucima; wopumisa isigwebo ngenyaniso. Akayi kuncama, akayi kwapuka kanjalo, ade amise isigwebo emhlabeni: nomteto wake iziqiti zowulinda.