Iya kwalusa umhlambi wayo njengomalusi; imvana iya kuzibuta ezingalweni zayo, izitwale esifubeni sayo; igushakazi ezanyisayo yozitundeza.
Funda U‐Yisaya 40
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 40:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo