UISAYA 40:11
UISAYA 40:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Iya kuwalúsa umhlambi wayo njengomalusi; iya kuwabutha ngeengalo zayo amatakane, iwathwale ngesifuba sayo, izithundeze ezanyisayo.
Yabelana
Funda UISAYA 40UISAYA 40:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yona njengomalusi iyawulondoloza umhlambi; amatakane iwaqokelela iwafunqule, ke zona ezanyisayo izithundeze.
Yabelana
Funda UISAYA 40