Ngawo umhla lowo niya kuti: Bulelani KUYEHOVA, shumayelani igama lake, yazisani izenzo zake pakati kwezizwe, kankanyani ukuba igama lake lipakamile.
Funda U‐Yisaya 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 12:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo