Kanti mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wako, kuselokwa selizweni le‐Jipete; ngako akuyi kwazi namnye utixo kupela mna, ngokuba kungeko msindisi ngapandle kwam.
Funda U‐Hosheha 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hosheha 13:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo