Wandula wamtamsanqela u‐Josefe, wati: Wanga angati UTIXO, lowo bahambile pambi kwake obawo bam, u‐Abrahame no‐Yisake, UTIXO ondidlisileyo kwa sekuzalweni kwam kwada kwanamhla, kwa INGELOSI endikululeyo kubo bonke ububi, atamsanqele abafana aba; malibizwe pezu kwabo igama lam, negama lobawo bam, u‐Abrahame no‐Yisake; mabakolise ukwanda kakulu pakati kwelizwe!
Funda I‐Genesise 48
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 48:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo