Waza u‐Yakobi wasenza isibambiso, esiti: Nxa UTIXO aya kuba nam, andigcine kulendlela ndihamba ngayo, andinike isonka sokutya nengubo yokwambata; ndide ndibuye ndize ngoxolo endlwini kabawo: uya kwandula UYEHOVA abe NGUTIXO wam; nelitye eli, endilimisileyo libe sisimo sokukumbuza, loba yindlu KATIXO; nako konke uya kundipa kona, ndomana ndinika isishumi sako kuwe.
Funda I‐Genesise 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 28:20-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo