Waza UTIXO wati kuye epupeni: Nam ndiyakwazi ukuba kungolungelelwano lwentliziyo yako ukwenzile oku; ngokuba kanjalo ndikunqandile ekwoneni ngakum; kukona ndingakuvumelanga ukuba umcukumise. Uze uti kaloku ubuyise umfazi walendoda, ngokuba ingumprofite yona, yaiya kukutandazela, ukuze upile; kodwa ukuba akumbuyisi, yazi okokuba uya kufa ngokufa, kwa wena, nako konke unako.
Funda I‐Genesise 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 20:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo