Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:23-26
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 3:23-26 XHO1902A
Kekaloku lungekafiki ukolo, sibe sigcinwa sivalelwe ndawonye ngapantsi kwomteto sigcinelwa ukolo olube luza kutyilwa. Kwa njalo ke umteto ubungumkapeli wetu ku‐Kristu, ukuze sigwetyelwe ngokolo. Kodwa ukolo selufikile nje, asisabi ngapantsi kwomkapeli. Ngokuba ningonyana BAKATIXO nonke ngalo ukolo kuye u‐Kristu Yesu.