Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Hezekile 8:12

U‐Hezekile 8:12 XHO1902A

Waza wati kum: Ubonile na, nyana woluntu! oko abadala bendlu ka‐Sirayeli bakwenzayo ebumnyameni, abanye ngabanye ezinkambilini zobufanekiso babo? ngokuba besiti: UYEHOVA akasiboni; UYEHOVA ulishiyile ilizwe.