SAYE sipezu kwam isandla SIKAYEHOVA; wandipumisa ngo MOYA KAYEHOVA, wandibeka pantsi pakati kwetafa; lona ke lalizele ngamatambo. Waza wandidlulisa ngakuwo ngendawo yonke engqongayo: kekaloku bona ke, ebemaninzi kakulu pezu kwobuso betafa; kanjalo bona ke, ebomile kakulu.
Funda U‐Hezekile 37
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hezekile 37:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo