Ndakuti kokohlakeleyo: Uya kufa ngenyaniso; ukuba akumyali, nokuba akuteti ukumyala okohlakeleyo aguquke endleleni yake ekohlakeleyo, ukuze kulondolozwe ubomi bake; lowo okohlakeleyo uya kufa etyaleni lake, negazi lake ndolibiza esandleni sako.
Funda U‐Hezekile 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hezekile 3:18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo